Amadodana Ase A.P.B.C все тексты (слова) песен, переводы, видео, клипы
- Ndikhangele ngobubele
Ndikhangele (Ngobubele )
oh nkosi yam
Nguwe (Nguwe owandifele )
oh nkosi yam
Wehla (Wehla ezulwini lakho)
Wabuncama(Wabuncama ubomi bakho)
(Ndive usindiso lwakho)
Oh nkosi yam
- Nkosi sihlangene
Nkosi (nkosi sihlangene)
Kuyo (Kuyo indlu yakho)
Yiza nawe (Yiza nawe)
Sesingene( Sesingene)
Ebusweni (Ebusweni bakho)
Intliziyo(Intliziyo zethu)
Ziya (Ziya kugulela)
Kwa nemiphefumlo (Kwa nemiphefumlo yethu)
- Nkosi yami ubundithanda
Nkosi yam (Nkosi yam ubundithanda )
Ekulahleni (Ekulahlekeni kwam)
Nkosi yam (Nkosi yam wamanulanda)
Futhi emkhondeni (Futhi emkhondweni wam)
Ndafunywana (Ndafunywana)
Ndafunywana (Ndafunywana)
Ndafunyanwa (Ndafunyana nkosi yam)
Ndafunyanwa (Ndafunyana nkosi yam)
- Wakrazulwa
Wakrazulwa (Ngenxa yami)
Ngenxa yami liwa (liwa laphakade)
Kuze Ndizi (kuze ndizifihle)
Ndizifihle (kuze ndizifihle kuwe )
Nxeba (Nxeba lika yesu)
Yeyanina (yeyanina le mikrozo)
Yeyanina ( Le mikrozo)
Lemikrozo (Kwelo cala lakho)
- Wazithwalizono
Wazithwal'izono Yesu
Zingezono Zakho
Walihlawul'ityala Yesu
Lingetyala Lakho
Wawungumntu oneentsizi
Ungemoni Wena
Laphalal'iGazu Lakho
Uyingcwele Wena