Asikho isihloboJesu Msindisi wami
Mina ke (Ngohlabelela Ngawe)
Hay'asikh'isihlobo
Asikho isihlobo (Asikho isihlobo)
Esifana Nawe (Esifana Nawe)
Asikho isihlobo (Asikho isihlobo)
Esifana Nawe (Esifana Nawe)
Asikho, asikho isihlobo (Asikho isihlobo)
Baba batyhileleBawo batyhilele (Batyhilele abayiboni ndlela eya ezulwini)
Bawo batyhilele (Batyhilele abayiboni ndlela eya ezulwini)
Babiza abakholwayo (Babizwa abakholwayo kodwa abayiboni ingonyama yezulu)
Babiza abakholwayo (Babizwa abakholwayo kodwa abayiboni ingonyama yezulu)
Somandla batyhilele (Batyhilele abayiboni ndlela eya ezulwini)
Somandla batyhilele abantwana bakho (Batyhilele abayiboni ndlela eya ezulwini)
Babiza abakholwayo (Babizwa abakholwayo kodwa abayiboni ingonyama yezulu)
Babiza abakholwayo (Babizwa abakholwayo kodwa abayiboni ingonyama yezulu)
Buya UndamkeleAmahlathi aphelile
Andisafunwa mntu
Ndilambile ndikhohliwe apho ndingayayo
Apho apho apho (Apho apho apho ndingayayo)
Apho apho apho (Apho apho apho ndingayayo)
Ndosuka ndosuka ndiye kubawo ku bawo
Ndithi ndithi kuye bawo okunene ndikonile
He buya undamkele
Ewe low' owaziwayoInxaniwe intliziyo
Inxanel'uThixo
Inxaniwe intliziyo
Inxanel'uThixo
Ewe lowo (Ewe lowo waziwayo)
Ewe lowo (Ewe lowo waziwayo)
Ewe lowo (Ewe lowo waziwayo)
Ungophilileyo (Ungophilileyo)
Incwadi EbhaliweyoMina ndiyicwadi (Ndiyincwadi ebhaliweyo)
Oh mina ndiyicwadi (Ndiyincwadi ebhaliweyo)
Bonke abantu (Bazayifunda)
Bazayifunda (He bazayifunda ndiyincwadi ebhaliweyo)
Mina ndiyicwadi (Ndiyincwadi ebhaliweyo)
Oh mina ndiyicwadi (Ndiyincwadi ebhaliweyo)
Bonke abantu (Bazayifunda)
Bazayifunda (He bazayifunda ndiyincwadi ebhaliweyo)
Intando yakhoBawo bawo (Bawo xa ndilahlekayo)
Kolu (Kolu hambo lelilizwe)
Lelilizwe (Hlal'undifundisa ukuthi)
Mayenzeke (Mayenzeke intando yakho)
Bawo bawo (Bawo xa ndilahlekayo)
Kolu (Kolu hambo lelilizwe)
Hlal’undifundisa (Hlal'undifundisa ukuthi)
Mayenzeke (Mayenzeke intando yakho)
Jesus is the answerJesus is the answer
For the world today
Above him there's no other
Jesus is the way
Jesus is the answer
For the world today
Above him there's no other
Jesus is the way
Konke kuyenzekaKonke kuyenzeka kuye kholwa
Ngoba konke kuyenzeka kuJehova wena kholwa
Konke kuyenzeka kuwe kholwa
Ndithi konke kuyenzeka kuJehova wena kholwa
Njengo wesifazane owayenethombe legazi
Wakhoplelwa ukuba
Wayewuthintile umqubungelo wengubo kaJesu
Angaphila nawe kholelwe kuaJehova
MandithwaleBaba mandithwale (Mandithwale)
Mandithwale (Iziqhamo)
Jehova ndithwalise baba (Mandithwale)
Mandithwale (Iziqhamo)
Ezomoya (Ezomoya)
Ezomoya (Oyingcwele)
Ezomoya (Ezomoya)
Ezomoya (Oyingcwele)
MbetheleleKhani mbethelele
Ewe mbethelele
Zatsho intsaba
Khani mbethelele (Mbethelele )
Ewe (Mbethelele zatsho intsaba )
Zatsho intsaba (Akafiselwanga )
Akafiselwanga somandla
Isimanga sezimanga (Isimanga )
NdizomlandelaNdizomlandela
Ndizomlandela
Ndizomlandela
UJesu
Noba esiya ngaphi (Sizomlandela sizomlandela sizomlandela uJesu wethu)
Noba esiya ngaphi (Sizomlandela sizomlandela sizomlandela uJesu wethu)
Noba esiya ngaphi (Sizomlandela sizomlandela sizomlandela uJesu wethu)
Noba esiya ngaphi (Sizomlandela sizomlandela sizomlandela uJesu wethu)
Ungamcami uThixoUngamncam'uThixo
Hlala Kuye
Themba Kuye
Ungamncam'uThixo
Hlala Kuye
Themba Kuye
Ungamncami (Ungamncam'uThixo) Ungamncam'uThixo
Hlala Kuye (Hlala Kuye)
UvukileUvukile
Wena ntloko
Yabo bakho
Sakuvu
Thina sikho
UYesu vukile (Uvukile )
Uvukile (Wena ntloko )
Wena ntloko ( Yabo bakholwayo )
Uyeza uyezaUyeza uyeza (Umgwebi omkhulu)
Bona abantu boyibona (Inkosi yezulu)
Abeya kumvusa (Abeya kumvusa)
Nase mangcwabeni (Nase mangcwabeni)
Babonakaliswe (Babonakaliswe)
Babonakaliswe (Nase bumnyameni)
Babeya kumvusa (Babeya kumvusa)
Babeya kumvusa (Nasemangcwabeni)
Vus'owakhoVus'owakho
Umsebenzi
Libatyazwe igama lakho
Vus'owakho
Umsebenzi
Libatyazw'igama lakho
Vus'owakho (Vus'owakho)
Umsebenzi (Umsebenzi)
Wakrazulwa LiveWoza small woza small kukhona ingoma
Ndingu Buyisile moc mna niyandazi nhe
Ngoku kus'ke kuvuke ezinto zasekhaya
Xa sekuculwa ezingoma
Kukhona lengoma ethi
Wakrazulwa
Wakrazulwa (Ngenxa yami)
Ngenxa yami (Liwa laphakade)
Wokwenz'unqobeWokwenz’unqobe
Wokwenz’unqobe
Wokwenz’unqobe
Noma sowulingwa
Wokwenz’unqobe (Wokwenz’unqobe)
Wokwenz’unqobe (Wokwenz’unqobe)
Wokwenz’unqobe (Wokwenz’unqobe)
Noma sowulingwa (Noma sowulingwa)